2 Samuweli 11:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Lithe lakugqitha ixesha lokuzila, ngoko nangoko uDavide wathumela ukuba alandwe waza wamzisa endlini yakhe, waba ngumfazi wakhe,+ waza wamzalela unyana. Kodwa le nto wayeyenzile uDavide yayimbi kakhulu kuYehova.*+
27 Lithe lakugqitha ixesha lokuzila, ngoko nangoko uDavide wathumela ukuba alandwe waza wamzisa endlini yakhe, waba ngumfazi wakhe,+ waza wamzalela unyana. Kodwa le nto wayeyenzile uDavide yayimbi kakhulu kuYehova.*+