-
2 Samuweli 12:19IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 Xa uDavide wabona izicaka zakhe zisebezelana, waqonda ukuba umntwana ufile. Wathi kwizicaka zakhe: “Ufile na umntwana?” Zathi: “Ufile.”
-