2 Samuweli 12:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Yena wathi: “Ngokuya umntwana ebesaphila ndiye ndazila ukutya+ ndaza ndalila, kuba bendizixelele le nto, ‘Ngubani owaziyo ukuba uYehova angandenzela inceba na, aze umntwana aphile?’+
22 Yena wathi: “Ngokuya umntwana ebesaphila ndiye ndazila ukutya+ ndaza ndalila, kuba bendizixelele le nto, ‘Ngubani owaziyo ukuba uYehova angandenzela inceba na, aze umntwana aphile?’+