2 Samuweli 12:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Emva koko uDavide wamthuthuzela uBhatshebha umfazi wakhe.+ Wangena kuye waza walala naye. Ekuhambeni kwexesha waba nonyana owathiywa igama elinguSolomon.*+ UYehova wayemthanda,+
24 Emva koko uDavide wamthuthuzela uBhatshebha umfazi wakhe.+ Wangena kuye waza walala naye. Ekuhambeni kwexesha waba nonyana owathiywa igama elinguSolomon.*+ UYehova wayemthanda,+