2 Samuweli 13:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kodwa yena wathi kuye: “Hayi, mntakwethu! Sukundihlazisa, kuba ayenziwa le nto kwaSirayeli.+ Sukuyenza le nto ilihlazo kangaka.+
12 Kodwa yena wathi kuye: “Hayi, mntakwethu! Sukundihlazisa, kuba ayenziwa le nto kwaSirayeli.+ Sukuyenza le nto ilihlazo kangaka.+