-
2 Samuweli 13:25IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
25 Kodwa ukumkani wathi kuAbhisalom: “Hayi nyana wam. Ukuba sihamba sonke, siza kuba ngumthwalo kuwe.” Wamcenga, kodwa akazange avume ukuhamba, wasuka wamsikelela.
-