2 Samuweli 14:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko uYowabhi wathumela eTekowa+ ukuba kubizwe umfazi okrelekrele, wathi kuye: “Khawube ngathi uzilile, unxibe iimpahla zokuzila, ungathambisi mafutha.+ Yenza ngathi uzilele umntu osele enethuba eswelekile.
2 Ngoko uYowabhi wathumela eTekowa+ ukuba kubizwe umfazi okrelekrele, wathi kuye: “Khawube ngathi uzilile, unxibe iimpahla zokuzila, ungathambisi mafutha.+ Yenza ngathi uzilele umntu osele enethuba eswelekile.