2 Samuweli 14:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kuba nakanjani na siza kufa size sibe njengamanzi achithwe emhlabeni, angenakuphinda abuthwe. Kodwa uThixo ebengasoze abususe ubomi,* ebeza kukhangela izizathu zokuba efanele angagxothwa lowo ugxothiweyo kuye.
14 Kuba nakanjani na siza kufa size sibe njengamanzi achithwe emhlabeni, angenakuphinda abuthwe. Kodwa uThixo ebengasoze abususe ubomi,* ebeza kukhangela izizathu zokuba efanele angagxothwa lowo ugxothiweyo kuye.