19 Ukumkani wathi: “NguYowabhi na okufake kuyo yonke le nto?”+ Umfazi wathi: “Kanye njengoko uphila, nkosi yam kumkani, kunjengokuba inkosi yam ukumkani isitsho, kuba sisicaka sakho uYowabhi ondiyaleleyo nofake onke la mazwi emlonyeni wesicakakazi sakho.