-
2 Samuweli 14:22IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
22 UYowabhi wawa ngobuso, waqubuda, wamncoma ukumkani. Wathi: “Namhlanje isicaka sakho siyazi ukuba uyandithanda nkosi yam kumkani, kuba ukumkani uyenzile into ecelwe sisicaka sakhe.”
-