2 Samuweli 15:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kodwa uItayi wathi kukumkani: “Ephila nje uYehova yaye iphila nje inkosi yam ukumkani, naphi na apho ikhoyo inkosi yam ukumkani, nokuba kusekufeni nokuba kusebomini, siza kuba lapho isicaka sakho!”+
21 Kodwa uItayi wathi kukumkani: “Ephila nje uYehova yaye iphila nje inkosi yam ukumkani, naphi na apho ikhoyo inkosi yam ukumkani, nokuba kusekufeni nokuba kusebomini, siza kuba lapho isicaka sakho!”+