2 Samuweli 15:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kodwa ukumkani wathi kuTsadoki: “Yibuyisele esixekweni iTyeya kaThixo wokwenene.+ Ukuba ndiye ndakholeka emehlweni kaYehova, nam uza kundibuyisa, andibonise yona nendawo yayo yokuhlala.+
25 Kodwa ukumkani wathi kuTsadoki: “Yibuyisele esixekweni iTyeya kaThixo wokwenene.+ Ukuba ndiye ndakholeka emehlweni kaYehova, nam uza kundibuyisa, andibonise yona nendawo yayo yokuhlala.+