2 Samuweli 15:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ukumkani wathi kuTsadoki umbingeleli: “Awuyomboni na?+ Buyela esixekweni ngoxolo, nihambe noonyana benu bobabini, uAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare.
27 Ukumkani wathi kuTsadoki umbingeleli: “Awuyomboni na?+ Buyela esixekweni ngoxolo, nihambe noonyana benu bobabini, uAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare.