2 Samuweli 15:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Mamela! Balapho kunye noonyana babo ababini, uAhimahatse+ unyana kaTsadoki noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare. Uze uthumele bona bazokundixelela yonke into oyivayo.”
36 Mamela! Balapho kunye noonyana babo ababini, uAhimahatse+ unyana kaTsadoki noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare. Uze uthumele bona bazokundixelela yonke into oyivayo.”