2 Samuweli 16:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ukumkani wathi kuTsibha: “Uzizisele ntoni ezi zinto?” UTsibha wathi: “Iidonki ziza kukhwelwa lusapho lukakumkani, isonka neziqhamo zasehlotyeni ziza kutyiwa ngabafana, yona iwayini iza kuselwa ngabo badiniweyo entlango.”+
2 Ukumkani wathi kuTsibha: “Uzizisele ntoni ezi zinto?” UTsibha wathi: “Iidonki ziza kukhwelwa lusapho lukakumkani, isonka neziqhamo zasehlotyeni ziza kutyiwa ngabafana, yona iwayini iza kuselwa ngabo badiniweyo entlango.”+