2 Samuweli 16:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ukumkani wathi kuTsibha: “Jonga! Yonke into kaMefibhoshete yeyakho.”+ UTsibha wathi: “Ndiyaqubuda phambi kwakho. Kwanga ndingathandeka kuwe, nkosi yam kumkani.”+
4 Ukumkani wathi kuTsibha: “Jonga! Yonke into kaMefibhoshete yeyakho.”+ UTsibha wathi: “Ndiyaqubuda phambi kwakho. Kwanga ndingathandeka kuwe, nkosi yam kumkani.”+