2 Samuweli 16:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 UAbhishayi unyana kaTseruya+ wathi kukumkani: “Kutheni le nja ifileyo+ iza kuthuka inkosi yam ukumkani nje?+ Ndicela undivumele ndiwele, ndiyinqumle intloko.”+
9 UAbhishayi unyana kaTseruya+ wathi kukumkani: “Kutheni le nja ifileyo+ iza kuthuka inkosi yam ukumkani nje?+ Ndicela undivumele ndiwele, ndiyinqumle intloko.”+