2 Samuweli 16:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kodwa ukumkani wathi: “Ndinantoni yakwenza nani, bonyana bakaTseruya?+ Myeke andithuke,+ kuba uYehova uthe kuye,+ ‘Mqalekise uDavide!’ Ngoko ngubani omele athi, ‘Kutheni usenza le nto?’”
10 Kodwa ukumkani wathi: “Ndinantoni yakwenza nani, bonyana bakaTseruya?+ Myeke andithuke,+ kuba uYehova uthe kuye,+ ‘Mqalekise uDavide!’ Ngoko ngubani omele athi, ‘Kutheni usenza le nto?’”