2 Samuweli 16:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 UAhitofele wathi: “Lala nabafazi bakatata wakho,*+ aba abashiyileyo ukuze bahoye indlu.*+ Emva koko wonke uSirayeli uza kuva ukuba uzenze wanuka kakubi kutata wakho, yaye abo bakuxhasayo baza komelela.” 2 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:21 IMboniselo,5/15/2005, iphe. 13
21 UAhitofele wathi: “Lala nabafazi bakatata wakho,*+ aba abashiyileyo ukuze bahoye indlu.*+ Emva koko wonke uSirayeli uza kuva ukuba uzenze wanuka kakubi kutata wakho, yaye abo bakuxhasayo baza komelela.”