2 Samuweli 17:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ndiza kumfikela edinwe kakhulu kwaye engenamandla.*+ Ndiza kumenza aphakuzele, bonke abantu abakunye naye baza kuphela emehlweni, kwaye ndiza kuxabela ukumkani qha.+
2 Ndiza kumfikela edinwe kakhulu kwaye engenamandla.*+ Ndiza kumenza aphakuzele, bonke abantu abakunye naye baza kuphela emehlweni, kwaye ndiza kuxabela ukumkani qha.+