8 UHushayi wathi: “Nawe ngokwakho umazi kakuhle utata wakho namadoda akhe, ukuba banamandla,+ yaye ngoku bangenza nantoni na, oku kwemazi yebhere elahlekelwe ngamantshontsho endle.+ Enye into, utata wakho likroti,+ akazukuchitha busuku ekunye nabantu.