2 Samuweli 17:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 UAbhisalom wabeka uAmasa+ wangumphathi-mkhosi, endaweni kaYowabhi.+ UAmasa wayengunyana wendoda egama linguItra umSirayeli, owalala noAbhigali+ intombi kaNahashe, udadeboTseruya, umama kaYowabhi.
25 UAbhisalom wabeka uAmasa+ wangumphathi-mkhosi, endaweni kaYowabhi.+ UAmasa wayengunyana wendoda egama linguItra umSirayeli, owalala noAbhigali+ intombi kaNahashe, udadeboTseruya, umama kaYowabhi.