2 Samuweli 18:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Wathumela inxalenye yesithathu ikhokelwa nguYowabhi,*+ inxalenye yesithathu ikhokelwa ngumntakwabo Yowabhi, uAbhishayi,+ unyana kaTseruya,+ nenye inxalenye yesithathu ikhokelwa nguItayi+ umGati. Ukumkani wathi kula madoda: “Nam ndiza kuphuma nani.”
2 Wathumela inxalenye yesithathu ikhokelwa nguYowabhi,*+ inxalenye yesithathu ikhokelwa ngumntakwabo Yowabhi, uAbhishayi,+ unyana kaTseruya,+ nenye inxalenye yesithathu ikhokelwa nguItayi+ umGati. Ukumkani wathi kula madoda: “Nam ndiza kuphuma nani.”