2 Samuweli 18:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 UDavide wayehleli phakathi kweegeyithi zesixeko ezimbini,+ waza unogada+ waya eluphahleni lwegeyithi engaseludongeni. Waphakamisa amehlo akhe waza wabona indoda ebaleka yodwa.
24 UDavide wayehleli phakathi kweegeyithi zesixeko ezimbini,+ waza unogada+ waya eluphahleni lwegeyithi engaseludongeni. Waphakamisa amehlo akhe waza wabona indoda ebaleka yodwa.