-
2 Samuweli 18:26IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
26 unogada wabona nenye indoda ibaleka. Wakhwaza unogada wasegeyithini esithi: “Nantso nenye indoda ibaleka yodwa!” Ukumkani wathi: “Nayo izisa iindaba.”
-