2 Samuweli 19:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko uloyiso* ngaloo mini lwajika lwaba kukuzila ebantwini bonke, kuba beva ukuba ukumkani ubuhlungu kakhulu ngonyana wakhe.
2 Ngoko uloyiso* ngaloo mini lwajika lwaba kukuzila ebantwini bonke, kuba beva ukuba ukumkani ubuhlungu kakhulu ngonyana wakhe.