2 Samuweli 19:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ukumkani wazogquma ubuso engayeki ukukhala, waza ngelizwi elikhulu wathi: “Nyana wam Abhisalom! Abhisalom nyana wam, nyana wam!”+
4 Ukumkani wazogquma ubuso engayeki ukukhala, waza ngelizwi elikhulu wathi: “Nyana wam Abhisalom! Abhisalom nyana wam, nyana wam!”+