2 Samuweli 19:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Nize nithi nakuAmasa,+ ‘Awulothambo lam nenyama yam na? Ngoko kwanga uThixo angandohlwaya aze ongeze, ukuba ukususela ngoku awuzukuba yintloko yam yomkhosi endaweni kaYowabhi.’”+
13 Nize nithi nakuAmasa,+ ‘Awulothambo lam nenyama yam na? Ngoko kwanga uThixo angandohlwaya aze ongeze, ukuba ukususela ngoku awuzukuba yintloko yam yomkhosi endaweni kaYowabhi.’”+