2 Samuweli 19:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 yaye wayekunye namadoda akwaBhenjamin ayi-1 000. NoTsibha+ isicaka sendlu kaSawule, oonyana bakhe abayi-15 nezicaka zakhe eziyi-20, basuka kuqala kunokumkani, bakhawuleza behla baya eYordan.
17 yaye wayekunye namadoda akwaBhenjamin ayi-1 000. NoTsibha+ isicaka sendlu kaSawule, oonyana bakhe abayi-15 nezicaka zakhe eziyi-20, basuka kuqala kunokumkani, bakhawuleza behla baya eYordan.