2 Samuweli 19:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kodwa uDavide wathi: “Ningena phi kule nto nina bonyana bakaTseruya,+ ukuba nide nilwe nam namhlanje? Ngaba kukho nabani na ofanele abulawe ngale mini kwaSirayeli? Andazi na ukuba ndingukumkani phezu koSirayeli namhlanje?”
22 Kodwa uDavide wathi: “Ningena phi kule nto nina bonyana bakaTseruya,+ ukuba nide nilwe nam namhlanje? Ngaba kukho nabani na ofanele abulawe ngale mini kwaSirayeli? Andazi na ukuba ndingukumkani phezu koSirayeli namhlanje?”