24 UMefibhoshete+ umzukulwana kaSawule, wehla naye ehlangabeza ukumkani. Wayengazihoyanga iinyawo zakhe, engawachebanga amabhovu akhe yaye engazihlambanga neempahla zakhe, ukususela kwimini awemka ngayo ukumkani de yayimini awabuya ngayo eseluxolweni.