2 Samuweli 19:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Yena wathi: “Nkosi yam kumkani, isicaka sam+ sandiqhatha. Kuba ndathi,* ‘Idonki yam mayifakwe isali, ndikhwele kuyo ndize ndihambe nokumkani,’ kuba ndisisiqhwala.+
26 Yena wathi: “Nkosi yam kumkani, isicaka sam+ sandiqhatha. Kuba ndathi,* ‘Idonki yam mayifakwe isali, ndikhwele kuyo ndize ndihambe nokumkani,’ kuba ndisisiqhwala.+