2 Samuweli 19:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kodwa sona sathetha kakubi ngam enkosini yam ukumkani.+ Nangona kunjalo, inkosi yam ukumkani injengengelosi kaThixo wokwenene, ngoko ke yenza loo nto uyibona ilungile.
27 Kodwa sona sathetha kakubi ngam enkosini yam ukumkani.+ Nangona kunjalo, inkosi yam ukumkani injengengelosi kaThixo wokwenene, ngoko ke yenza loo nto uyibona ilungile.