2 Samuweli 19:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 UBharzilayi wayemdala kakhulu, eneminyaka eyi-80, yaye wayembonelela ngokutya ukumkani ngoxa wayehlala eMahanayim,+ kuba wayeyindoda esisityebi.
32 UBharzilayi wayemdala kakhulu, eneminyaka eyi-80, yaye wayembonelela ngokutya ukumkani ngoxa wayehlala eMahanayim,+ kuba wayeyindoda esisityebi.