2 Samuweli 19:39 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Bayiwela bonke abantu iYordan, yaye xa wayewela ukumkani, wamphuza* uBharzilayi+ waza wamsikelela, emva koko uBharzilayi wagoduka.
39 Bayiwela bonke abantu iYordan, yaye xa wayewela ukumkani, wamphuza* uBharzilayi+ waza wamsikelela, emva koko uBharzilayi wagoduka.