2 Samuweli 19:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Onke amadoda akwaYuda awaphendula amadoda akwaSirayeli athi: “Ngenxa yokuba ukumkani uzalana nathi.+ Kutheni inicaphukisa nje le nto? Ngaba sikhe satya ngeendleko zikakumkani, okanye sanikwa isipho?”
42 Onke amadoda akwaYuda awaphendula amadoda akwaSirayeli athi: “Ngenxa yokuba ukumkani uzalana nathi.+ Kutheni inicaphukisa nje le nto? Ngaba sikhe satya ngeendleko zikakumkani, okanye sanikwa isipho?”