-
2 Samuweli 19:43IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
43 Kodwa ke, amadoda akwaSirayeli athi kumadoda akwaYuda: “Thina sineenxalenye ezilishumi kukumkani, ngoko sinelungelo kuDavide ngaphezu kwenu. Kutheni ke niye nasiphatha ngendelelo? Besingamele sibe ngabokuqala na ukubuyisa ukumkani wethu?” Kodwa ilizwi lamadoda akwaYuda laba namandla kunelamadoda* akwaSirayeli.
-