-
2 Samuweli 20:3IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Uthe akufika uDavide endlini yakhe eYerusalem,+ wathatha abafazi bakhe* abalishumi awayebashiye ngasemva ukuba bahoye indlu,+ wabavalela endlini egadiweyo. Wababonelela ngokutya kodwa akazange abelane nabo ngesondo.+ Bahlala bevalelwe de kwayimini yokusweleka kwabo. Babephila njengabahlolokazi, nangona indoda yabo yayiphila.
-