2 Samuweli 20:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 UYowabhi wayeyintloko yomkhosi wonke wakwaSirayeli,+ uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ eyintloko yamaKereti namaPeleti.+
23 UYowabhi wayeyintloko yomkhosi wonke wakwaSirayeli,+ uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ eyintloko yamaKereti namaPeleti.+