2 Samuweli 21:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kwabakho indlala+ ngemihla kaDavide kangangeminyaka emithathu ilandelelana. Ngoko uDavide wabuza kuYehova waza uYehova wathi: “Kukho ityala legazi kuSawule nakwindlu yakhe, kuba wawabulala amaGibheyon.”+
21 Kwabakho indlala+ ngemihla kaDavide kangangeminyaka emithathu ilandelelana. Ngoko uDavide wabuza kuYehova waza uYehova wathi: “Kukho ityala legazi kuSawule nakwindlu yakhe, kuba wawabulala amaGibheyon.”+