2 Samuweli 21:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 masinikwe oonyana bayo abasixhenxe. Izidumbu zabo siza kuzixhoma*+ phambi koYehova eGibheya+ KaSawule, owakhethwa nguYehova.”+ Ngoko ukumkani wathi: “Ndiza kuninika.”
6 masinikwe oonyana bayo abasixhenxe. Izidumbu zabo siza kuzixhoma*+ phambi koYehova eGibheya+ KaSawule, owakhethwa nguYehova.”+ Ngoko ukumkani wathi: “Ndiza kuninika.”