2 Samuweli 21:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Sekunjalo, ukumkani wamvela uMefibhoshete+ unyana kaYonatan unyana kaSawule, ngenxa yesifungo esenziwa phambi koYehova nguDavide noYonatan+ unyana kaSawule.
7 Sekunjalo, ukumkani wamvela uMefibhoshete+ unyana kaYonatan unyana kaSawule, ngenxa yesifungo esenziwa phambi koYehova nguDavide noYonatan+ unyana kaSawule.