12 Ngoko wahamba waza wawathatha amathambo kaSawule namathambo kaYonatan, unyana wakhe, kwiinkokheli zaseYabheshe-giliyadi,+ ezaziwabe kwindawo kawonke-wonke yaseBhete-shan, apho amaFilisti ayebaxhome khona ngemini awaxabela ngayo uSawule eGilbhowa.+