2 Samuweli 21:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Emva koko, bawangcwaba amathambo kaSawule nakaYonatan unyana wakhe, kwilizwe lakwaBhenjamin eTsela+ kwingcwaba likaKishe+ utata wakhe. Emva kokuba benze yonke into awayeyiyalele ukumkani, uThixo wabamamela xa babemcenga ngelizwe.+
14 Emva koko, bawangcwaba amathambo kaSawule nakaYonatan unyana wakhe, kwilizwe lakwaBhenjamin eTsela+ kwingcwaba likaKishe+ utata wakhe. Emva kokuba benze yonke into awayeyiyalele ukumkani, uThixo wabamamela xa babemcenga ngelizwe.+