2 Samuweli 21:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngoko nangoko uAbhishayi+ unyana kaTseruya wamsindisa,+ waza wamxabela loo mFilisti wambulala. Ngelo xesha amadoda kaDavide afunga athi kuye: “Ungaphinde uye nathi edabini!+ Umele ungasicimi isibane sakwaSirayeli!”+ 2 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:17 IMboniselo,1/15/2013, iphe. 30-31
17 Ngoko nangoko uAbhishayi+ unyana kaTseruya wamsindisa,+ waza wamxabela loo mFilisti wambulala. Ngelo xesha amadoda kaDavide afunga athi kuye: “Ungaphinde uye nathi edabini!+ Umele ungasicimi isibane sakwaSirayeli!”+