2 Samuweli 21:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kwaphinda kwabakho imfazwe namaFilisti+ eGobhi, waza uElihanan unyana kaYahare-oregim waseBhetelehem waxabela uGoliyati umGati, owayenomkhonto owawunomphini ofana nomphini wabaluki.+
19 Kwaphinda kwabakho imfazwe namaFilisti+ eGobhi, waza uElihanan unyana kaYahare-oregim waseBhetelehem waxabela uGoliyati umGati, owayenomkhonto owawunomphini ofana nomphini wabaluki.+