2 Samuweli 22:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kwanga uYehova angandibuyekeza ngenxa yobulungisa bam,+Ngenxa yokuba msulwa kwam phambi kwakhe.+