2 Samuweli 22:44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 44 Uza kundihlangula ekugxekweni ngabantu bakowethu.+ Uza kundikhusela ukuze ndibe yintloko ezintlangeni,+Ndiza kukhonzwa sisizwana endingasaziyo.+
44 Uza kundihlangula ekugxekweni ngabantu bakowethu.+ Uza kundikhusela ukuze ndibe yintloko ezintlangeni,+Ndiza kukhonzwa sisizwana endingasaziyo.+