2 Samuweli 23:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 La ngamagama amakroti kaDavide:+ uYoshebhi-bhashebheti umTahakemoni, intloko yabathathu.+ Wavonyavonya umkhonto wakhe phezu kwabayi-800 ababulawa ngaxeshanye. 2 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 23:8 IMboniselo,10/1/2005, iphe. 10
8 La ngamagama amakroti kaDavide:+ uYoshebhi-bhashebheti umTahakemoni, intloko yabathathu.+ Wavonyavonya umkhonto wakhe phezu kwabayi-800 ababulawa ngaxeshanye.