2 Samuweli 23:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 UAbhishayi+ umntakwaboYowabhi unyana kaTseruya,+ wayeyintloko yabanye abathathu. Wavonyavonya umkhonto wakhe phezu kwabayi-300 ababulawayo, yaye wayedume njengabo bathathu.+
18 UAbhishayi+ umntakwaboYowabhi unyana kaTseruya,+ wayeyintloko yabanye abathathu. Wavonyavonya umkhonto wakhe phezu kwabayi-300 ababulawayo, yaye wayedume njengabo bathathu.+